Christian ASMR Bible Reading Psalms 23 and Prayer! (Xhosa with English translation) 📖🙏💤


AFRICAN XHOSA ASMR
Publicado hace 3 años

Christian ASMR Bible Reading Psalms 23 and Prayer! (Xhosa with English translation)


IINDUMISO 23

UYehova ngumalusi wam
Umhobe kaDavide.
1UYehova ngumalusi wam, andisweli lutho.
2Wénza ukuba mandibuthe emakriweni aluhlaza;
Úndithundezela emanzini angawokuphumla.
3Úyawubuyisa umphefumlo wam;
Úndikhaphela ezindleleni zobulungisa ngenxa yegama lakhe.
4Nokuba ndihamba emfuleni wethunzi lokufa,
Andiyi koyika bubi, ngokuba ùnam wena;
Intonga yakho, umsimelelo wakho, uyandithuthuzela.
5Ùndilungisela isithebe phambi kwababandezeli bam,
Ùyithambisa ngeoli intloko yam,
Indebe yam iyaphalala.
6Inene, ndiya kulandelwa kokulungileyo nenceba
Yonke imihla yobomi bam,
Ndihlale endlwini kaYehova
Imihla emide.


🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇🙇‍♀️🙇


UMATEWU 6:9-13

Thandazani ke ngoko nina nithi:
‘Bawo wethu osezulwini: Malaziwe lihlonelwe igama lakho, malongame ulawulo lwakho, makwenziwe ukuthanda kwakho, emhlabeni njengasezulwini. Sibonelele kwiintswelo zethu zemihla ngemihla; usixolele amatyala ethu, njengokuba nathi sibaxolela abasonayo; ungasiyekeli ekulingweni, koko sihlangule kumtyholi; [kuba ngenene nguwe olawulayo, namandla ngawakho, nodumo, kude kube ngunaphakade! Amen.]’

Creado:
Última actualización: