Christian ASMR Bible Reading Psalms 23 and Prayer! (Xhosa with English translation) ๐Ÿ“–๐Ÿ™๐Ÿ’ค


AFRICAN XHOSA ASMR
Published 3 years ago

Christian ASMR Bible Reading Psalms 23 and Prayer! (Xhosa with English translation)


IINDUMISO 23

UYehova ngumalusi wam
Umhobe kaDavide.
1UYehova ngumalusi wam, andisweli lutho.
2Wรฉnza ukuba mandibuthe emakriweni aluhlaza;
รšndithundezela emanzini angawokuphumla.
3รšyawubuyisa umphefumlo wam;
รšndikhaphela ezindleleni zobulungisa ngenxa yegama lakhe.
4Nokuba ndihamba emfuleni wethunzi lokufa,
Andiyi koyika bubi, ngokuba รนnam wena;
Intonga yakho, umsimelelo wakho, uyandithuthuzela.
5ร™ndilungisela isithebe phambi kwababandezeli bam,
ร™yithambisa ngeoli intloko yam,
Indebe yam iyaphalala.
6Inene, ndiya kulandelwa kokulungileyo nenceba
Yonke imihla yobomi bam,
Ndihlale endlwini kaYehova
Imihla emide.


๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡๐Ÿ™‡โ€โ™€๏ธ๐Ÿ™‡


UMATEWU 6:9-13

Thandazani ke ngoko nina nithi:
โ€˜Bawo wethu osezulwini: Malaziwe lihlonelwe igama lakho, malongame ulawulo lwakho, makwenziwe ukuthanda kwakho, emhlabeni njengasezulwini. Sibonelele kwiintswelo zethu zemihla ngemihla; usixolele amatyala ethu, njengokuba nathi sibaxolela abasonayo; ungasiyekeli ekulingweni, koko sihlangule kumtyholi; [kuba ngenene nguwe olawulayo, namandla ngawakho, nodumo, kude kube ngunaphakade! Amen.]โ€™

Created:
Last updated: